Phulaphula iPodcast yethu.

Sikhupha isiqendu esitsha rhoqo NgeMivulo. Mamela ilizwi lenkuthazo, yakheka ngokoMoya kwaye uzuze ulwazi olutsha ngeLizwi LikaThixo.


Iivesi zeBhayibhile onokuma ngazo kuleveki


Ivesi yeBhayibhile yosuku ngalunye

    Ivesi Yosuku

Kuba wonke umntu ocelayo uyazuza, nalowo ufunayo uyafumana, nalowo unkqonkqozayo uya kuvulelwa. – UMateyu 7:8

Nokuba ufuna ukukhuthaza abahlobo bakho, okanye ufuna ukugcina umfanekiso wevesi yeBhayibhile.

Iingcebiso zeBhayibhile - Umthombo Wolutsha

Ubomi bomkristu

Injongo kukufundisa ulutsha ngendlela yokuziphatha. Ingaba ungumzali ofuna umntwana wakhe afunde umxholo owakhayo, nokuba ululutsha olufuna ukwazi ngcono ngendlela yokuziphatha ekholisa uThixo, sibhalela wena.

izixhobo zokholo

Kwezintsuku siphila kuzo ubomi bunzima. Kukho imfazwe kwaMoya mihla le. Zixhobise ukuze uphile ubomi bokweyisa. Enye yezinto uYesu wazifelayo kukuba sibenegunya namandla okweyisa utshaba.

UThixo uthini ngawe

UThixo akakuthethi okubi ngabakhe, ngumthyoli kuphela othetha okungakhiyo ngawe, njengokuba igama lakhe lisitsho ' - (Funda ISITYHILELO 12:10). Hlala usazi ukuba uThixo uthini ngawe maxa onke ukuze ulwe neengcinga, namazwi afuna ukutsalela phantsi.

Amagama
Scroll to Top